IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • IZenzo 20:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Yaye xa wayechithe iinyanga ezintathu apho, ngenxa yokuba kwakuyilwa iyelenqe+ ngokunxamnye naye ngamaYuda njengoko wayesele eza kunduluka ngesikhephe esiya eSiriya, wagqiba kwelokuba abuye adlule eMakedoni.

  • IZenzo 23:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Ke kaloku kwathi kwakuba semini, amaYuda ayila iyelenqe+ aza azibopha ngesiqalekiso,+ esithi akayi kudla, akayi kusela ade ambulale uPawulos.+

  • 2 Korinte 11:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Bangabalungiseleli bakaKristu na? Ndiphendula njengomntu ophambeneyo, ndingobalaseleyo:+ ngokusebenza ngakumbi,+ ngokuba sezintolongweni kaninzi,+ ngezithonga ezigqithiseleyo, ngokusinda cebetshu ekufeni ngokufuthi.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share