Mateyu 15:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Asikokungena emlonyeni wakhe okumenza inqambi umntu; kodwa okuphuma emlonyeni wakhe kuko okumenza inqambi umntu.”+ IZenzo 10:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 wathi kubo: “Niyazi kakuhle indlela ekungekho mthethweni ngayo ngomYuda ukuba azibandakanye okanye asondele kumntu wesinye isizwe;+ ukanti mna uThixo undibonise ukuba ndifanele ndingabizi mntu ngokuthi uyinqambi okanye akahlambulukanga.+ Roma 14:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ndiyazi yaye ndeyisekile kwiNkosi uYesu ukuba akukho nto iyinqambi ngokwayo;+ kuphela kuxa umntu eyigqala into njengenqambi, ethi ibe yinqambi kuye.+ 1 Timoti 4:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kaloku yonke indalo kaThixo isulungekile,+ ngoko ke makungabikho nto igatywayo+ xa yamkelwe ngombulelo,+ Tito 1:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Zonke izinto zihlambulukile kubantu abahlambulukileyo.+ Kodwa kubantu abazenze inqambi+ nabangenalukholo+ akukho nto ihlambulukileyo, kodwa iingqondo zabo nezazela zabo+ zidyobhekile.
11 Asikokungena emlonyeni wakhe okumenza inqambi umntu; kodwa okuphuma emlonyeni wakhe kuko okumenza inqambi umntu.”+
28 wathi kubo: “Niyazi kakuhle indlela ekungekho mthethweni ngayo ngomYuda ukuba azibandakanye okanye asondele kumntu wesinye isizwe;+ ukanti mna uThixo undibonise ukuba ndifanele ndingabizi mntu ngokuthi uyinqambi okanye akahlambulukanga.+
14 Ndiyazi yaye ndeyisekile kwiNkosi uYesu ukuba akukho nto iyinqambi ngokwayo;+ kuphela kuxa umntu eyigqala into njengenqambi, ethi ibe yinqambi kuye.+
4 Kaloku yonke indalo kaThixo isulungekile,+ ngoko ke makungabikho nto igatywayo+ xa yamkelwe ngombulelo,+
15 Zonke izinto zihlambulukile kubantu abahlambulukileyo.+ Kodwa kubantu abazenze inqambi+ nabangenalukholo+ akukho nto ihlambulukileyo, kodwa iingqondo zabo nezazela zabo+ zidyobhekile.