Mateyu 16:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Ndiza kukunika izitshixo zobukumkani bamazulu, kuze kuthi nakuphi na okubopha emhlabeni kubotshwe nasemazulwini, kuthi nakuphi na okukhululayo emhlabeni kukhululwe nasemazulwini.”+ IZenzo 2:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 UPetros wathi kubo: “Guqukani,+ yaye ngamnye wenu makabhaptizwe+ egameni+ likaYesu Kristu ukuze kuxolelwe+ izono zenu, kwaye niya kwamkela isipho sesisa+ somoya oyingcwele. IZenzo 19:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Bakukuva oku, babhaptizwa egameni leNkosi uYesu.+
19 Ndiza kukunika izitshixo zobukumkani bamazulu, kuze kuthi nakuphi na okubopha emhlabeni kubotshwe nasemazulwini, kuthi nakuphi na okukhululayo emhlabeni kukhululwe nasemazulwini.”+
38 UPetros wathi kubo: “Guqukani,+ yaye ngamnye wenu makabhaptizwe+ egameni+ likaYesu Kristu ukuze kuxolelwe+ izono zenu, kwaye niya kwamkela isipho sesisa+ somoya oyingcwele.