IZenzo 6:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ke kaloku ngale mihla, bakwanda abafundi, kwavela ukumbombozela kuwo amaYuda athetha isiGrike+ nxamnye namaYuda athetha isiHebhere, ngenxa yokuba abahlolokazi bawo babengananzwa kulwabiwo lwamihla le.+ IZenzo 9:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 ethetha kwaye ephikisana namaYuda athetha isiGrike. Kodwa wona enza amalinge okumbulala.+
6 Ke kaloku ngale mihla, bakwanda abafundi, kwavela ukumbombozela kuwo amaYuda athetha isiGrike+ nxamnye namaYuda athetha isiHebhere, ngenxa yokuba abahlolokazi bawo babengananzwa kulwabiwo lwamihla le.+