IZenzo 15:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 Kodwa uPawulos akazange acinge ukuba kufanelekile ukuhamba naye, ekubeni wayebashiyile ePamfiliya+ akahamba nabo ukuya emsebenzini.
38 Kodwa uPawulos akazange acinge ukuba kufanelekile ukuhamba naye, ekubeni wayebashiyile ePamfiliya+ akahamba nabo ukuya emsebenzini.