IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • IZenzo 16:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Yaye ngomhla wesabatha saya ngaphandle kwesango ngasemlanjeni, apho sasicinga ukuba kwakukho indawo yokuthandaza; yaye sahlala phantsi saza saqalisa ukuthetha kubafazi ababehlanganisene apho.

  • IZenzo 17:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Ngoko ngokwesiko likaPawulos+ wangena ngaphakathi kuwo, yaye kangangeesabatha ezintathu waqiqa nawo ngeZibhalo,+

  • IZenzo 18:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Noko ke, wayenikela intetho kwindlu yesikhungu+ iisabatha zonke, eseyisela amaYuda namaGrike.

  • IZenzo 19:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Engena kwindlu yesikhungu,+ wathetha ngenkalipho kangangeenyanga ezintathu, enikela iintetho, ebeyisela kubukumkani+ bukaThixo.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share