ABagwebi 2:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Ngoko uYehova wayevelisa abagwebi,+ yaye babebasindisa esandleni sabaphangi bawo.+ 1 Samuweli 3:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Kwaye uSirayeli wonke ukususela kwaDan ukusa eBher-sheba+ waqonda ukuba uSamuweli ngulowo wayemiselwe isikhundla sokuba ngumprofeti kaYehova.+
20 Kwaye uSirayeli wonke ukususela kwaDan ukusa eBher-sheba+ waqonda ukuba uSamuweli ngulowo wayemiselwe isikhundla sokuba ngumprofeti kaYehova.+