Mateyu 26:60 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 60 kodwa abazange bafumane nabunye, nangona kweza amangqina obuxoki amaninzi ngaphambili.+ Kamva kweza ngaphambili amabini Luka 23:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Enyanisweni, noHerode akasifumananga, kuba umthumele kuthi kwakhona; kwaye, khangelani! akukho nto ayenzileyo ingabangela ukuba afe.+ Yohane 19:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 UPilato waphuma phandle kwakhona waza wathi kubo: “Yabonani! Ndimzisa ngaphandle kuni ukuze nazi ukuba andifumani siphoso kuye.”+
60 kodwa abazange bafumane nabunye, nangona kweza amangqina obuxoki amaninzi ngaphambili.+ Kamva kweza ngaphambili amabini
15 Enyanisweni, noHerode akasifumananga, kuba umthumele kuthi kwakhona; kwaye, khangelani! akukho nto ayenzileyo ingabangela ukuba afe.+
4 UPilato waphuma phandle kwakhona waza wathi kubo: “Yabonani! Ndimzisa ngaphandle kuni ukuze nazi ukuba andifumani siphoso kuye.”+