Genesis 12:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Yaye ndiya kubasikelela abo bakusikelelayo, ndize ndimqalekise lowo ukuqalekisayo,+ kwaye ngokuqinisekileyo ziya kuzisikelela ngawe zonke iintsapho zasemhlabeni.”+ IZenzo 13:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Kwinzala+ yalo mntu ngokuvumelana nesithembiso sakhe uThixo uzisele uSirayeli umsindisi,+ uYesu, Roma 4:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Akubanga ngamthetho athe uAbraham okanye imbewu yakhe yafumana isithembiso+ sokuba ifanele kukuba yindlalifa yehlabathi, kodwa kwaba ngenxa yobulungisa bokholo.+
3 Yaye ndiya kubasikelela abo bakusikelelayo, ndize ndimqalekise lowo ukuqalekisayo,+ kwaye ngokuqinisekileyo ziya kuzisikelela ngawe zonke iintsapho zasemhlabeni.”+
13 Akubanga ngamthetho athe uAbraham okanye imbewu yakhe yafumana isithembiso+ sokuba ifanele kukuba yindlalifa yehlabathi, kodwa kwaba ngenxa yobulungisa bokholo.+