IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 2:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  7 Mandibhekisele kummiselo kaYehova;

      Uthe kum: “Ungunyana wam;+

      Mna, namhlanje, ndibe nguyihlo.+

  • Hebhere 1:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Ngokomzekelo, yiyiphi ingelosi awakha wathi kuyo: “Ungunyana wam; mna, namhlanje, ndibe nguyihlo”?+ Waza kwakhona wathi: “Mna ndiya kuba nguyise, yona ibe ngunyana wam”?+

  • Hebhere 5:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Ngokunjalo ke noKristu akazange azizukise+ ngokwakhe ngokuba ngumbingeleli omkhulu,+ kodwa wazukiswa+ ngulowo wathetha ngokubhekisele kuye wathi: “Ungunyana wam; mna, namhlanje, ndibe nguyihlo.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share