Roma 8:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kuba, ekubeni kwakukho ukungabi namandla kuwo uMthetho,+ ngoxa wawubuthathaka+ ngayo inyama, uThixo, ngokuthumela uNyana+ wakhe ekwimfano yenyama enesono+ nangokuphathelele isono,+ wasigwebela isohlwayo isono enyameni, Hebhere 7:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Kuba uMthetho awenzanga nto yagqibelela,+ kodwa ukongezwa kwethemba+ elilunge ngakumbi kuye kwenjenjalo, lona elo sisondela ngalo kuThixo.+ Hebhere 10:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kuba ekubeni uMthetho unesithunzi+ sezinto ezilungileyo eziza kuza, kodwa ungenawo owona mongo wezinto, abantu abanakuze babe nako ukubenza bagqibelele abo basondela ukuza kunikela imibingelelo efanayo ngokuqhubekayo unyaka nonyaka.+
3 Kuba, ekubeni kwakukho ukungabi namandla kuwo uMthetho,+ ngoxa wawubuthathaka+ ngayo inyama, uThixo, ngokuthumela uNyana+ wakhe ekwimfano yenyama enesono+ nangokuphathelele isono,+ wasigwebela isohlwayo isono enyameni,
19 Kuba uMthetho awenzanga nto yagqibelela,+ kodwa ukongezwa kwethemba+ elilunge ngakumbi kuye kwenjenjalo, lona elo sisondela ngalo kuThixo.+
10 Kuba ekubeni uMthetho unesithunzi+ sezinto ezilungileyo eziza kuza, kodwa ungenawo owona mongo wezinto, abantu abanakuze babe nako ukubenza bagqibelele abo basondela ukuza kunikela imibingelelo efanayo ngokuqhubekayo unyaka nonyaka.+