Yohane 14:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 UYesu wathi kuye: “Ndim indlela+ nenyaniso+ nobomi.+ Akukho bani uzayo kuBawo ngaphandle kokuza ngam.+ Roma 5:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 esithe ngaye sazuza+ ububele obungasifanelanga ngokholo; yaye masigcobe, ngokusekelwe kwithemba+ lozuko lukaThixo. Hebhere 4:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Ngoko ke, masisondele+ sinenkululeko yokuthetha+ kwitrone yobubele obungasifanelanga, ukuze sizuze inceba, sifumane ububele obungasifanelanga noncedo ngexesha elifanelekileyo.+
6 UYesu wathi kuye: “Ndim indlela+ nenyaniso+ nobomi.+ Akukho bani uzayo kuBawo ngaphandle kokuza ngam.+
2 esithe ngaye sazuza+ ububele obungasifanelanga ngokholo; yaye masigcobe, ngokusekelwe kwithemba+ lozuko lukaThixo.
16 Ngoko ke, masisondele+ sinenkululeko yokuthetha+ kwitrone yobubele obungasifanelanga, ukuze sizuze inceba, sifumane ububele obungasifanelanga noncedo ngexesha elifanelekileyo.+