Isaya 55:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Khangela! Uya kubiza uhlanga ongalwaziyo,+ nabo bohlanga abebengakwazi baya kubalekela kuwe,+ ngenxa kaYehova uThixo wakho,+ nangenxa yaLowo Ungcwele kaSirayeli,+ ngokuba uya kube ekuhombisile.+ Luka 2:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 ukhanyiselo+ lokushenxisa isigqubuthelo+ ezintlangeni+ nozuko lwabantu bakho amaSirayeli.” IZenzo 18:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kodwa emva kokuqhubeka echasa yaye etshabhisa,+ wavuthulula izambatho+ zakhe waza wathi kuwo: “Igazi lenu+ malibe phezu kweentloko zenu. Mna ndimsulwa.+ Ukususela ngoku ndiza kuya kubantu beentlanga.”+ Roma 10:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Noko ke ndiyabuza, uSirayeli akazange asilele ukwazi, andibi kunjalo?+ Kuqala uMoses uthi: “Ndiya kunenza nibe nekhwele ngako oko kungelohlanga; ndiya kunenza nibe nomsindo omkhulu ngohlanga olunobuyatha.”+
5 Khangela! Uya kubiza uhlanga ongalwaziyo,+ nabo bohlanga abebengakwazi baya kubalekela kuwe,+ ngenxa kaYehova uThixo wakho,+ nangenxa yaLowo Ungcwele kaSirayeli,+ ngokuba uya kube ekuhombisile.+
6 Kodwa emva kokuqhubeka echasa yaye etshabhisa,+ wavuthulula izambatho+ zakhe waza wathi kuwo: “Igazi lenu+ malibe phezu kweentloko zenu. Mna ndimsulwa.+ Ukususela ngoku ndiza kuya kubantu beentlanga.”+
19 Noko ke ndiyabuza, uSirayeli akazange asilele ukwazi, andibi kunjalo?+ Kuqala uMoses uthi: “Ndiya kunenza nibe nekhwele ngako oko kungelohlanga; ndiya kunenza nibe nomsindo omkhulu ngohlanga olunobuyatha.”+