Mateyu 10:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Naphi na apho kungekho bani uningenisayo okanye uwaphulaphulayo amazwi enu, ekuphumeni kwenu kuloo ndlu okanye kweso sixeko vuthululani uthuli ezinyaweni zenu.+ Luka 9:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Yaye naphi na apho abantu banganamkeliyo, ekuphumeni kweso sixeko+ vuthululani uthuli ezinyaweni zenu ukuze kube bubungqina nxamnye nabo.”+ IZenzo 18:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kodwa emva kokuqhubeka echasa yaye etshabhisa,+ wavuthulula izambatho+ zakhe waza wathi kuwo: “Igazi lenu+ malibe phezu kweentloko zenu. Mna ndimsulwa.+ Ukususela ngoku ndiza kuya kubantu beentlanga.”+
14 Naphi na apho kungekho bani uningenisayo okanye uwaphulaphulayo amazwi enu, ekuphumeni kwenu kuloo ndlu okanye kweso sixeko vuthululani uthuli ezinyaweni zenu.+
5 Yaye naphi na apho abantu banganamkeliyo, ekuphumeni kweso sixeko+ vuthululani uthuli ezinyaweni zenu ukuze kube bubungqina nxamnye nabo.”+
6 Kodwa emva kokuqhubeka echasa yaye etshabhisa,+ wavuthulula izambatho+ zakhe waza wathi kuwo: “Igazi lenu+ malibe phezu kweentloko zenu. Mna ndimsulwa.+ Ukususela ngoku ndiza kuya kubantu beentlanga.”+