IZenzo 11:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 yaye oku bakwenza, bethumela kumadoda amakhulu ngesandla sikaBharnabhas noSawule.+ IZenzo 16:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ke kaloku njengoko babehamba betyhutyha izixeko babeye banikele kwabo balapho imimiselo ukuba bayigcine leyo kwakugqitywe kuyo ngabapostile namadoda amakhulu awayeseYerusalem.+ Galati 2:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ndandula ke emva kweminyaka elishumi elinesine ndenyuka kwakhona ndaya eYerusalem+ kunye noBharnabhas,+ ndathabatha noTito.
4 Ke kaloku njengoko babehamba betyhutyha izixeko babeye banikele kwabo balapho imimiselo ukuba bayigcine leyo kwakugqitywe kuyo ngabapostile namadoda amakhulu awayeseYerusalem.+
2 Ndandula ke emva kweminyaka elishumi elinesine ndenyuka kwakhona ndaya eYerusalem+ kunye noBharnabhas,+ ndathabatha noTito.