IMizekeliso 13:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ngokukhukhumala ubani ubangela usukuzwano kuphela,+ kodwa kwabo babhunga kunye kukho ubulumko.+ IMizekeliso 15:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Amacebo ayatshitsha apho kungekho gqugula,+ kodwa ngobuninzi babacebisi kukho okufezwayo.+