ABagwebi 8:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Aza amadoda akwaEfrayim athi kuye: “Yintoni na le usenze yona ngokungasibizi xa usiya kulwa noMidiyan?”+ Azama ukuqhwaya ingxabano naye kabukhali.+ ABagwebi 12:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Aza amadoda akwaEfrayim abizelwa ndawonye yaye awelela ngasentla, athi kuYifeta: “Bekutheni ukuze uwele uye kulwa noonyana baka-Amoni, ungasibizi thina ukuba sihambe nawe?+ Indlu yakho siza kuyitshisa ngomlilo phezu kwakho.”+ IMizekeliso 11:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kufikile na ukukhukhumala? Ngoko ihlazo liyeza;+ kodwa bunabathozamileyo ubulumko.+ IMizekeliso 21:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Igama lalowo uzivuthisa ngomsindo wokuzikhukhumalisa ngumgwagwisi onekratshi nozidlayo.+
8 Aza amadoda akwaEfrayim athi kuye: “Yintoni na le usenze yona ngokungasibizi xa usiya kulwa noMidiyan?”+ Azama ukuqhwaya ingxabano naye kabukhali.+
12 Aza amadoda akwaEfrayim abizelwa ndawonye yaye awelela ngasentla, athi kuYifeta: “Bekutheni ukuze uwele uye kulwa noonyana baka-Amoni, ungasibizi thina ukuba sihambe nawe?+ Indlu yakho siza kuyitshisa ngomlilo phezu kwakho.”+