Yoweli 2:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 “Kuya kuthi emva koko ndithululele umoya wam+ phezu kwalo lonke uhlobo lwenyama,+ yaye ngokuqinisekileyo baya kuprofeta oonyana benu neentombi zenu.+ Wona ke amadoda enu amadala, aya kuphupha amaphupha. Bona ke abafana benu, baya kubona imibono. Mateyu 3:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Mna ndinibhaptiza ngamanzi+ ngenxa yenguquko yenu;+ kodwa lowo uzayo+ emva kwam womelele kunam, ombadada zakhe ndingakufanelekelanga ukuzikhulula.+ Yena uya kunibhaptiza ngomoya oyingcwele+ nangomlilo.+ Marko 1:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Mna ndanibhaptiza ngamanzi, kodwa yena uya kunibhaptiza ngomoya oyingcwele.”+
28 “Kuya kuthi emva koko ndithululele umoya wam+ phezu kwalo lonke uhlobo lwenyama,+ yaye ngokuqinisekileyo baya kuprofeta oonyana benu neentombi zenu.+ Wona ke amadoda enu amadala, aya kuphupha amaphupha. Bona ke abafana benu, baya kubona imibono.
11 Mna ndinibhaptiza ngamanzi+ ngenxa yenguquko yenu;+ kodwa lowo uzayo+ emva kwam womelele kunam, ombadada zakhe ndingakufanelekelanga ukuzikhulula.+ Yena uya kunibhaptiza ngomoya oyingcwele+ nangomlilo.+