IZenzo 15:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Yaye kwehla abantu abathile bevela kwelakwaYuda+ baza bafundisa abazalwana besithi: “Ngaphandle kokuba naluke+ ngokwesiko likaMoses,+ aninakusindiswa.”
15 Yaye kwehla abantu abathile bevela kwelakwaYuda+ baza bafundisa abazalwana besithi: “Ngaphandle kokuba naluke+ ngokwesiko likaMoses,+ aninakusindiswa.”