IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 9:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Kuphela yinyama enomphefumlo wayo+—igazi layo+—eningamele niyidle.+

  • Levitikus 3:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 “‘Ngummiselo ezizukulwaneni zenu lowo, kwiindawo zonke enihlala kuzo, kuse kwixesha elingenammiselo, ukuba: Nimele ningadli nqatha nagazi+ konke konke.’”

  • Levitikus 7:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 “‘Nize ningadli naliphi na igazi+ nakweyiphi na indawo enihlala kuyo, nokuba lelentaka okanye lelesilo.

  • Levitikus 17:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 “‘Nawuphi na umntu wendlu kaSirayeli okanye umphambukeli ophambukele phakathi kwenu othi adle naluphi na uhlobo lwegazi,+ ndowuchasa ngokuqinisekileyo loo mphefumlo+ udle igazi, ndiwunqumle phakathi kwabantu bakowawo.

  • Duteronomi 12:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Ligazi kuphela eningamele nilidle.+ Ufanele uliphalazele emhlabeni njengamanzi.+

  • Duteronomi 12:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Kuphela nje yenza isigqibo esiqinileyo sokungalidli igazi,+ kuba igazi ngumphefumlo+ yaye umele ungawudli umphefumlo kunye nenyama.

  • 1 Samuweli 14:32
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 32 Abantu balitsibela ngokubawa ixhoba+ bathabatha izimvu neenkomo namathole eenkomo baza baxhelela emhlabeni, abantu badla negazi.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share