IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 9:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Kuphela yinyama enomphefumlo wayo+—igazi layo+—eningamele niyidle.+

  • Levitikus 3:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 “‘Ngummiselo ezizukulwaneni zenu lowo, kwiindawo zonke enihlala kuzo, kuse kwixesha elingenammiselo, ukuba: Nimele ningadli nqatha nagazi+ konke konke.’”

  • Levitikus 17:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 “‘Nawuphi na umntu wendlu kaSirayeli okanye umphambukeli ophambukele phakathi kwenu othi adle naluphi na uhlobo lwegazi,+ ndowuchasa ngokuqinisekileyo loo mphefumlo+ udle igazi, ndiwunqumle phakathi kwabantu bakowawo.

  • Duteronomi 12:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Ligazi kuphela eningamele nilidle.+ Ufanele uliphalazele emhlabeni njengamanzi.+

  • Hezekile 33:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 “Ngoko ke yithi kubo, ‘Itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi: “Niqhubeka nisidla igazi,+ namehlo enu niqhubeka niwaphakamisela izithixo ezinezothe,+ niqhubeka niphalaza igazi.+ Ngaba nifanele nilidle ilifa na ilizwe?+

  • IZenzo 15:29
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 ukuba nikhwebuke kwizinto ezibingelelwe kwizithixo+ nasegazini+ nakwizinto ezikrwitshiweyo+ nakuhenyuzo.+ Ukuba niyazikhwebula kwezi zinto,+ niya kuphumelela. Mpilo-ntle!”

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share