Genesis 39:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Akukho bani mkhulu kunam endlwini apha, kwaye ayindibandezanga nantoni na ngaphandle kwakho, kuba ungumfazi wayo.+ Ngoko ndingathini ukwenza obu bubi bukhulu kangaka ndize eneneni ndone kuThixo?”+ 1 Korinte 6:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Intoni! Anazi na ukuba abantu abangengomalungisa abayi kubudla ilifa ubukumkani bukaThixo?+ Ningalahlekiswa. Abahenyuzi,+ nabanquli-zithixo,+ nabakrexezi,+ namadoda agcinelwe iinjongo ezingezozamvelo,+ namadoda alala namadoda,+ Efese 5:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kuba niyakwazi oku, niqonda ngokwenu, ukuba akukho mhenyuzi+ namntu ungahlambulukanga namntu ubawayo+—okuthetha ukuba ngumnquli-zithixo—unelifa ebukumkanini bukaKRISTU noThixo.+ Kolose 3:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Bhubhisani,+ ke ngoko, amalungu enu omzimba+ asemhlabeni, uhenyuzo, ukungahlambuluki, inkanuko yesini,+ umnqweno owenzakalisayo, nokubawa,+ okulunqulo-zithixo. 1 Tesalonika 4:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kaloku kukuthanda kukaThixo, ukuba ningcwaliswe,+ nikhwebuke kuhenyuzo;+ 1 Petros 4:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kuba lanele ixesha+ elidluleyo lokuba nisebenze ukuthanda kweentlanga+ xa naniqhubeka nezenzo zehambo evakalala,+ ezinkanukweni, ekuzinkcinkceni ngewayini,+ kwiziyunguma, ezindywaleni, nakunqulo-zithixo olungekho mthethweni.+
9 Akukho bani mkhulu kunam endlwini apha, kwaye ayindibandezanga nantoni na ngaphandle kwakho, kuba ungumfazi wayo.+ Ngoko ndingathini ukwenza obu bubi bukhulu kangaka ndize eneneni ndone kuThixo?”+
9 Intoni! Anazi na ukuba abantu abangengomalungisa abayi kubudla ilifa ubukumkani bukaThixo?+ Ningalahlekiswa. Abahenyuzi,+ nabanquli-zithixo,+ nabakrexezi,+ namadoda agcinelwe iinjongo ezingezozamvelo,+ namadoda alala namadoda,+
5 Kuba niyakwazi oku, niqonda ngokwenu, ukuba akukho mhenyuzi+ namntu ungahlambulukanga namntu ubawayo+—okuthetha ukuba ngumnquli-zithixo—unelifa ebukumkanini bukaKRISTU noThixo.+
5 Bhubhisani,+ ke ngoko, amalungu enu omzimba+ asemhlabeni, uhenyuzo, ukungahlambuluki, inkanuko yesini,+ umnqweno owenzakalisayo, nokubawa,+ okulunqulo-zithixo.
3 Kuba lanele ixesha+ elidluleyo lokuba nisebenze ukuthanda kweentlanga+ xa naniqhubeka nezenzo zehambo evakalala,+ ezinkanukweni, ekuzinkcinkceni ngewayini,+ kwiziyunguma, ezindywaleni, nakunqulo-zithixo olungekho mthethweni.+