IZenzo 11:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 yaye, emva kokuba emfumene, wamzisa kwa-Antiyokwe. Kangangonyaka uphela bahlanganisana ndawonye nabo ebandleni baza bafundisa isihlwele esikhulu, yaye kwaqala kwa-Antiyokwe ukuba abafundi ngolwalathiso lobuthixo babizwe ngokuba ngamaKristu.+
26 yaye, emva kokuba emfumene, wamzisa kwa-Antiyokwe. Kangangonyaka uphela bahlanganisana ndawonye nabo ebandleni baza bafundisa isihlwele esikhulu, yaye kwaqala kwa-Antiyokwe ukuba abafundi ngolwalathiso lobuthixo babizwe ngokuba ngamaKristu.+