Marko 1:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 esithi: “Sinantoni na yakwenza nawe, Yesu wena mNazarete?+ Uze kusitshabalalisa na? Ndikwazi+ kakuhle ukuba ungubani na, unguLowo Ungcwele+ kaThixo.”+ Luka 4:41 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 41 Needemon zaziphuma kwabaninzi,+ zidanduluka zisithi: “UnguNyana+ kaThixo.” Kodwa, ezikhalimela, wayengazivumeli ukuba zithethe,+ ngenxa yokuba zazimazi+ ukuba unguKRISTU.+
24 esithi: “Sinantoni na yakwenza nawe, Yesu wena mNazarete?+ Uze kusitshabalalisa na? Ndikwazi+ kakuhle ukuba ungubani na, unguLowo Ungcwele+ kaThixo.”+
41 Needemon zaziphuma kwabaninzi,+ zidanduluka zisithi: “UnguNyana+ kaThixo.” Kodwa, ezikhalimela, wayengazivumeli ukuba zithethe,+ ngenxa yokuba zazimazi+ ukuba unguKRISTU.+