Marko 1:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Kodwa uYesu wawukhalimela, esithi: “Yithi cwaka, uze uphume kuye!”+ Marko 3:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Kodwa izihlandlo ezininzi wabayala kabukhali ukuba bangamenzi aziwe.+ IZenzo 16:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Le ntombazana yasilandela thina noPawulos, idanduluka+ isithi: “Aba bantu bangamakhoboka oThixo ongOyena Uphakamileyo, abavakalisa kuni indlela yosindiso.” IZenzo 16:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Yakwenza oku kangangemihla emininzi. Ekugqibeleni uPawulos wadinwa koku+ waza wajika wathi kuloo moya: “Ndiyakuyalela egameni likaYesu Kristu ukuba uphume kuye.”+ Kwaye waphuma kanye ngelo lixa.+
17 Le ntombazana yasilandela thina noPawulos, idanduluka+ isithi: “Aba bantu bangamakhoboka oThixo ongOyena Uphakamileyo, abavakalisa kuni indlela yosindiso.”
18 Yakwenza oku kangangemihla emininzi. Ekugqibeleni uPawulos wadinwa koku+ waza wajika wathi kuloo moya: “Ndiyakuyalela egameni likaYesu Kristu ukuba uphume kuye.”+ Kwaye waphuma kanye ngelo lixa.+