8 UHaman wathi kuKumkani uAhaswerosi: “Kukho bantu bathile abachithachithiweyo+ nabahlukileyo abaphakathi kwezizwana kuwo onke amaphondo kummandla wakho;+ yaye imithetho yabo yahlukile kweyabo bonke abanye abantu, nemithetho kakumkani abayenzi,+ yaye akufanelekanga ngokumkani ukuba abayeke.