Duteronomi 4:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Uya kunichithachitha ngokuqinisekileyo uYehova phakathi kwezizwana,+ nisale nimbalwa+ phakathi kweentlanga aya kunigxothela kuzo uYehova. Duteronomi 30:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 wobabuyisa ke uYehova uThixo wakho abathinjwa bakho,+ akwenzele inceba,+ akuqokelele kwakhona ezizwaneni zonke akuchithachithele kuzo uYehova uThixo wakho.+ Nehemiya 1:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 “Nceda, khumbula+ ilizwi owayalela ngalo uMoses umkhonzi wakho, usithi, ‘Ukuba nithe nenza ngokungathembeki, mna ndiya kunichithachitha phakathi kwezizwana.+ Yeremiya 50:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 “USirayeli unjengezimvu ezichithachithekileyo.+ Iingonyama zimenze wasasazeka.+ Ekuqaleni waqwengwa ngukumkani waseAsiriya,+ aza kamva amathambo akhe akrekrethwa nguNebhukaderetsare ukumkani waseBhabhiloni.+ Zekariya 7:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 ‘Ndaza ngesivuthuvuthu ndabaphosa phakathi kwazo zonke iintlanga+ ababengazazi;+ nelizwe lishiywe liphanzile emva kwabo, akukho bani udlulayo kulo, kungekho nabani ubuyela kulo;+ kwaye ilizwe elinqwenelekayo+ balenza into yokukhwankqiswa.’” Yakobi 1:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 1 UYakobi,+ ikhoboka+ likaThixo neleNkosi uYesu Kristu, ubhalela izizwe ezilishumi elinesibini+ ezichithachithekileyo:+ Ndiyabulisa!
27 Uya kunichithachitha ngokuqinisekileyo uYehova phakathi kwezizwana,+ nisale nimbalwa+ phakathi kweentlanga aya kunigxothela kuzo uYehova.
3 wobabuyisa ke uYehova uThixo wakho abathinjwa bakho,+ akwenzele inceba,+ akuqokelele kwakhona ezizwaneni zonke akuchithachithele kuzo uYehova uThixo wakho.+
8 “Nceda, khumbula+ ilizwi owayalela ngalo uMoses umkhonzi wakho, usithi, ‘Ukuba nithe nenza ngokungathembeki, mna ndiya kunichithachitha phakathi kwezizwana.+
17 “USirayeli unjengezimvu ezichithachithekileyo.+ Iingonyama zimenze wasasazeka.+ Ekuqaleni waqwengwa ngukumkani waseAsiriya,+ aza kamva amathambo akhe akrekrethwa nguNebhukaderetsare ukumkani waseBhabhiloni.+
14 ‘Ndaza ngesivuthuvuthu ndabaphosa phakathi kwazo zonke iintlanga+ ababengazazi;+ nelizwe lishiywe liphanzile emva kwabo, akukho bani udlulayo kulo, kungekho nabani ubuyela kulo;+ kwaye ilizwe elinqwenelekayo+ balenza into yokukhwankqiswa.’”
1 UYakobi,+ ikhoboka+ likaThixo neleNkosi uYesu Kristu, ubhalela izizwe ezilishumi elinesibini+ ezichithachithekileyo:+ Ndiyabulisa!