IZenzo 12:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 UHerode+ wamfuna ngenkuthalo yaye, akungamfumani, wabancina abalindi waza wayalela ukuba baqhutywe baye kohlwaywa;+ yaye wehla kwelakwaYuda waya eKesareya waza wachitha ixesha elithile apho.
19 UHerode+ wamfuna ngenkuthalo yaye, akungamfumani, wabancina abalindi waza wayalela ukuba baqhutywe baye kohlwaywa;+ yaye wehla kwelakwaYuda waya eKesareya waza wachitha ixesha elithile apho.