INdumiso 16:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kuba akuyi kuwushiya eShiyol umphefumlo wam.+Akuyi kumvumela onyanisekileyo wakho abone umhadi.+ Luka 24:46 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 46 yaye wathi kubo: “Kubhaliwe ukuba uKRISTU wayeya kubandezeleka aze avuke kwabafileyo ngomhla wesithathu,+
46 yaye wathi kubo: “Kubhaliwe ukuba uKRISTU wayeya kubandezeleka aze avuke kwabafileyo ngomhla wesithathu,+