Isaya 53:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kodwa wahlatywa+ ngenxa yokunxaxha kwethu;+ watyunyuzwa ngenxa yeziphoso zethu.+ Wabethwa ukuze sibe noxolo,+ yaye ngamanxeba+ akhe siye saphiliswa.+ Hoseya 6:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Uya kusenza siphile emva kweentsuku ezimbini.+ Ngosuku lwesithathu uya kusiphakamisa, yaye siya kuphila phambi kwakhe.+ Yona 1:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ke kaloku uYehova wamisela intlanzi enkulu ukuba imginye uYona,+ waza uYona waba sembilinini wentlanzi iimini ezintathu nobusuku obuthathu.+ Marko 9:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Kuba wayefundisa abafundi bakhe yaye ebaxelela ukuthi: “UNyana womntu uza kunikelwa ezandleni zabantu, yaye baya kumbulala,+ kodwa, nakuba ebulewe, uya kuvuka kwiintsuku ezintathu kamva.”+
5 Kodwa wahlatywa+ ngenxa yokunxaxha kwethu;+ watyunyuzwa ngenxa yeziphoso zethu.+ Wabethwa ukuze sibe noxolo,+ yaye ngamanxeba+ akhe siye saphiliswa.+
2 Uya kusenza siphile emva kweentsuku ezimbini.+ Ngosuku lwesithathu uya kusiphakamisa, yaye siya kuphila phambi kwakhe.+
17 Ke kaloku uYehova wamisela intlanzi enkulu ukuba imginye uYona,+ waza uYona waba sembilinini wentlanzi iimini ezintathu nobusuku obuthathu.+
31 Kuba wayefundisa abafundi bakhe yaye ebaxelela ukuthi: “UNyana womntu uza kunikelwa ezandleni zabantu, yaye baya kumbulala,+ kodwa, nakuba ebulewe, uya kuvuka kwiintsuku ezintathu kamva.”+