IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • IZenzo 16:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Ngoko wafika eDerbhe naseListra.+ Yaye, khangela! kwakukho mfundi uthile apho ugama linguTimoti,+ unyana womfazi ongumYuda okholwayo kodwa oyise ungumGrike,

  • 1 Tesalonika 3:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 saza sathumela uTimoti,+ umzalwana wethu nomlungiseleli kaThixo kwiindaba ezilungileyo+ ezingoKristu, ukuba aniqinise aze anithuthuzele ngenxa yokholo lwenu,

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share