IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • IZenzo 19:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Ngoko wathumela eMakedoni ababini kwabo babemlungiselela, uTimoti+ noErasto,+ kodwa yena walibala kangangexesha elithile kwisithili saseAsiya.

  • Roma 16:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Uyanibulisa uTimoti umsebénzi olidlelane kunye nam, kwanoLukiyo noYason noSosipatro izalamane zam.+

  • 1 Korinte 4:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Kungenxa yoko le nto ndithuma uTimoti kuni,+ njengoko engumntwana+ wam oyintanda nothembekileyo eNkosini; yaye uya kunikhumbuza ngeendlela zam ezingoKristu Yesu,+ kanye njengoko ndifundisa kuyo yonk’ indawo emabandleni onke.

  • 1 Tesalonika 3:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 saza sathumela uTimoti,+ umzalwana wethu nomlungiseleli kaThixo kwiindaba ezilungileyo+ ezingoKristu, ukuba aniqinise aze anithuthuzele ngenxa yokholo lwenu,

  • 1 Timoti 1:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 ubhalela uTimoti,+ umntwana wokwenene+ elukholweni:

      Ngamana kungakho ububele obungasifanelanga, nenceba, noxolo oluvela kuThixo uBawo noKristu Yesu iNkosi yethu.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share