Duteronomi 4:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 “Ukuba uthe wamfuna uYehova uThixo wakho apho, uya kumfumana ngokuqinisekileyo,+ ngokuba uya kumfuna ngentliziyo yakho yonke nangomphefumlo wakho wonke.+ Isaya 55:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Funani uYehova ngoxa esenokufunyanwa.+ Mbizeni ngoxa esekufuphi.+
29 “Ukuba uthe wamfuna uYehova uThixo wakho apho, uya kumfumana ngokuqinisekileyo,+ ngokuba uya kumfuna ngentliziyo yakho yonke nangomphefumlo wakho wonke.+