IZenzo 18:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Yaye wathetha ngokukhaliphileyo kwindlu yesikhungu. Xa uPrisila noAkwila+ bamvayo, bamthabathela kubo baza bacokisa ukumcacisela ngokuchane ngakumbi indlela kaThixo. 1 Korinte 16:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Ayanibulisa amabandla aseAsiya.+ UAkwila noPriska ndawonye nebandla elisendlwini yabo+ banibulisa ngokusuk’ entliziyweni eNkosini. 2 Timoti 4:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Bulisa kuPriska+ nakuAkwila nakwindlu kaOnesiforo.+
26 Yaye wathetha ngokukhaliphileyo kwindlu yesikhungu. Xa uPrisila noAkwila+ bamvayo, bamthabathela kubo baza bacokisa ukumcacisela ngokuchane ngakumbi indlela kaThixo.
19 Ayanibulisa amabandla aseAsiya.+ UAkwila noPriska ndawonye nebandla elisendlwini yabo+ banibulisa ngokusuk’ entliziyweni eNkosini.