IZenzo 20:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Nani ngokwenu niyazi ukuba ezi zandla ziye zazinyamekela iimfuno zam+ nezabo babekunye nam. 1 Korinte 4:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 nokubulaleka,+ sisebenza ngezandla zethu.+ Xa sitshabhiswa, siyasikelela;+ xa sitshutshiswa, siyanyamezela;+ 1 Korinte 9:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Kodwa andibangi nalinye kula malungiselelo.+ Yaye nokubhala kwam oku, andizami kubanga wona. Ndixolele ukufa kunokwenjenjalo—yaye akukho mntu unokukuphuthisa oku kuqhayisa kwam!+ 1 Tesalonika 2:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ngokuqinisekileyo niyakukhumbula, bazalwana, ukusebenza nokubulaleka kwethu. Sasisebenza+ ubusuku nemini, ukuze singabi luxanduva oluziindleko kuye nabani na wenu,+ lo gama sasinishumayeza iindaba ezilungileyo zikaThixo. 2 Tesalonika 3:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kaloku, naxa sasikunye nani, saninika umyalelo wokuba:+ “Ukuba umntu akafuni kusebenza, makanganikwa kutya.”+
12 nokubulaleka,+ sisebenza ngezandla zethu.+ Xa sitshabhiswa, siyasikelela;+ xa sitshutshiswa, siyanyamezela;+
15 Kodwa andibangi nalinye kula malungiselelo.+ Yaye nokubhala kwam oku, andizami kubanga wona. Ndixolele ukufa kunokwenjenjalo—yaye akukho mntu unokukuphuthisa oku kuqhayisa kwam!+
9 Ngokuqinisekileyo niyakukhumbula, bazalwana, ukusebenza nokubulaleka kwethu. Sasisebenza+ ubusuku nemini, ukuze singabi luxanduva oluziindleko kuye nabani na wenu,+ lo gama sasinishumayeza iindaba ezilungileyo zikaThixo.
10 Kaloku, naxa sasikunye nani, saninika umyalelo wokuba:+ “Ukuba umntu akafuni kusebenza, makanganikwa kutya.”+