IZenzo 16:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Ngoko wafika eDerbhe naseListra.+ Yaye, khangela! kwakukho mfundi uthile apho ugama linguTimoti,+ unyana womfazi ongumYuda okholwayo kodwa oyise ungumGrike, 1 Tesalonika 3:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngoku uTimoti usandul’ ukufika kuthi evela kuni,+ esiza neendaba ezimnandi ezingokuthembeka kwenu nothando,+ nokuba nisoloko niqhubeka ninenkumbulo entle ngathi, nilangazelela ukusibona njengoko kukwanjalo nakuthi ngani.+
16 Ngoko wafika eDerbhe naseListra.+ Yaye, khangela! kwakukho mfundi uthile apho ugama linguTimoti,+ unyana womfazi ongumYuda okholwayo kodwa oyise ungumGrike,
6 Ngoku uTimoti usandul’ ukufika kuthi evela kuni,+ esiza neendaba ezimnandi ezingokuthembeka kwenu nothando,+ nokuba nisoloko niqhubeka ninenkumbulo entle ngathi, nilangazelela ukusibona njengoko kukwanjalo nakuthi ngani.+