IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • IZenzo 2:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 baza bonke bazaliswa ngumoya oyingcwele,+ baqala ukuthetha ngeelwimi ezahlukileyo,+ kanye njengoko umoya wawubanika ukuba bathethe amazwi.

  • IZenzo 10:46
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 46 Kuba babeva bethetha ngeelwimi yaye bemenza mkhulu uThixo.+ Wandula ke uPetros wasabela ngokuthi:

  • 1 Korinte 12:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 kanti omnye ukwenza imisebenzi yamandla,+ omnye ukuprofeta,+ omnye ukuqonda+ amazwi aphefumlelweyo,+ omnye iilwimi ezahlukeneyo,+ yaye omnye ukutolika+ iilwimi.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share