IZenzo 20:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Akufika wathi kuwo: “Niyazi kakuhle ukuba ukususela kwimini yokuqala endangena ngayo kwisithili saseAsiya+ ndaba kunye nani ixesha liphela,+ 2 Timoti 1:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Uyayazi into yokuba bandinikele umva+ bonke abantu besithili saseAsiya.+ UFigelo noHermogene ngabanye babo.
18 Akufika wathi kuwo: “Niyazi kakuhle ukuba ukususela kwimini yokuqala endangena ngayo kwisithili saseAsiya+ ndaba kunye nani ixesha liphela,+
15 Uyayazi into yokuba bandinikele umva+ bonke abantu besithili saseAsiya.+ UFigelo noHermogene ngabanye babo.