Duteronomi 30:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Eli lizwi likufuphi kakhulu kuwe, emlonyeni wakho nasentliziyweni yakho,+ ukuba ulenze.+ Hezekile 20:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 “‘“Ndabanika imimiselo yam;+ ndabazisa nezigwebo zam,+ ukuze umntu ozenzayo abe nokuphila ngazo.+ Yakobi 1:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Noko ke, yibani ngabenzi belizwi,+ ningabi ngabevayo kuphela, nizikhohlisa ngokuqiqa okuphosakeleyo.+
22 Noko ke, yibani ngabenzi belizwi,+ ningabi ngabevayo kuphela, nizikhohlisa ngokuqiqa okuphosakeleyo.+