2 Kumkani 5:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 UNahaman wacaphuka+ wemka waza wathi: “Ndiye ndazixelela ndathi,+ ‘Uza kuza kum aze eme, abize egameni likaYehova uThixo wakhe awangawangise ngesandla sakhe phezu kwale ndawo, amphilise oneqhenqa.’
11 UNahaman wacaphuka+ wemka waza wathi: “Ndiye ndazixelela ndathi,+ ‘Uza kuza kum aze eme, abize egameni likaYehova uThixo wakhe awangawangise ngesandla sakhe phezu kwale ndawo, amphilise oneqhenqa.’