Roma 7:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Kusuke na, ngoko, okulungileyo kwaba kukufa kum? Nakanye! Kodwa isono saba kuko ukufa, ukuze sibe nokubonakaliswa njengesono esibangela ukufa kum ngako oko kulungileyo;+ ukuze isono sibe sisono ngakumbi ngawo umyalelo.+ Galati 3:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Kuthekani, ke ngoko, ngoMthetho? Wongezwa ukuze ukunxaxha kubonakaliswe,+ de ifike imbewu+ ekwakwenziwe kuyo isithembiso; yaye wadluliselwa ngeengelosi+ ngesandla somlamli.+
13 Kusuke na, ngoko, okulungileyo kwaba kukufa kum? Nakanye! Kodwa isono saba kuko ukufa, ukuze sibe nokubonakaliswa njengesono esibangela ukufa kum ngako oko kulungileyo;+ ukuze isono sibe sisono ngakumbi ngawo umyalelo.+
19 Kuthekani, ke ngoko, ngoMthetho? Wongezwa ukuze ukunxaxha kubonakaliswe,+ de ifike imbewu+ ekwakwenziwe kuyo isithembiso; yaye wadluliselwa ngeengelosi+ ngesandla somlamli.+