Yeremiya 31:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 “Kuba nguwo lo umnqophiso+ endiya kuwenza nendlu kaSirayeli emva kwaloo mihla,”+ utsho uYehova. “Ndiza kuwufaka umthetho wam ngaphakathi kubo,+ ndize ndiwubhale entliziyweni yabo.+ Kwaye ndiza kuba nguThixo wabo, bona babe ngabantu bam.”+ Roma 1:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 kuba kuzo kutyhilwa ubulungisa bukaThixo+ ngenxa yokholo+ kuse elukholweni, kanye njengoko kubhaliwe kwathiwa: “Kodwa lowo ulilungisa—uya kuphila ngokholo.”+ Roma 8:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kuba umthetho+ womoya lowo+ onika ubomi+ ngokumanyene noKristu Yesu unikhulule+ kumthetho wesono nowokufa.+
33 “Kuba nguwo lo umnqophiso+ endiya kuwenza nendlu kaSirayeli emva kwaloo mihla,”+ utsho uYehova. “Ndiza kuwufaka umthetho wam ngaphakathi kubo,+ ndize ndiwubhale entliziyweni yabo.+ Kwaye ndiza kuba nguThixo wabo, bona babe ngabantu bam.”+
17 kuba kuzo kutyhilwa ubulungisa bukaThixo+ ngenxa yokholo+ kuse elukholweni, kanye njengoko kubhaliwe kwathiwa: “Kodwa lowo ulilungisa—uya kuphila ngokholo.”+
2 Kuba umthetho+ womoya lowo+ onika ubomi+ ngokumanyene noKristu Yesu unikhulule+ kumthetho wesono nowokufa.+