IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Galati 2:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Ndibethelelwe kunye noKristu.+ Ayisendim ophilayo,+ kodwa nguKristu ophila ngokumanyene nam.+ Eneneni, ubomi endibuphilayo ngoku enyameni ndibuphila+ ngokholo kuNyana kaThixo, owandithandayo waza wazinikela ngenxa yam.+

  • 1 Petros 4:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Enyanisweni, ngenxa yale njongo iindaba ezilungileyo zavakaliswa nakwabafileyo,+ ukuze bagwetywe enyameni ngokwembono yabantu+ kodwa baphile emoyeni+ ngokwembono kaThixo.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share