IZenzo 2:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Kodwa uThixo wamvusa+ ngokukhulula inimba yokufa,+ ngenxa yokuba kwakungenakwenzeka ngaye ukuqhubeka ebanjwe nkqi kuko.+ 1 Korinte 6:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kodwa uThixo wayivusa iNkosi+ yaye uya kusivusa nathi siphume ekufeni+ ngamandla akhe.+
24 Kodwa uThixo wamvusa+ ngokukhulula inimba yokufa,+ ngenxa yokuba kwakungenakwenzeka ngaye ukuqhubeka ebanjwe nkqi kuko.+