Roma 8:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Ke kaloku siyazi ukuba uThixo uyenza isebenzisane yonke imisebenzi+ yakhe ukwenzela ukulungelwa kwabo bamthandayo uThixo, bona abo babiziweyo ngokuvumelana nenjongo yakhe;+ Hebhere 5:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kanjalo, umntu uyithabatha le mbeko, kungengakuzithandela,+ kodwa kuphela xa ebizwe nguThixo,+ kanye njengoko kwakunjalo nangoAron.+
28 Ke kaloku siyazi ukuba uThixo uyenza isebenzisane yonke imisebenzi+ yakhe ukwenzela ukulungelwa kwabo bamthandayo uThixo, bona abo babiziweyo ngokuvumelana nenjongo yakhe;+
4 Kanjalo, umntu uyithabatha le mbeko, kungengakuzithandela,+ kodwa kuphela xa ebizwe nguThixo,+ kanye njengoko kwakunjalo nangoAron.+