IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Roma 9:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 kuba nakuba ayengekazalwa yaye engekaqheliseli nantoni na elungileyo okanye embi,+ ukuze injongo kaThixo ngokuphathelele ukunyula iqhubeke ixhomekeke, kungekhona kwimisebenzi, kodwa kuLowo ubizayo,+

  • Efese 1:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 samiselwa kwangaphambili njengeendlalifa+ kunye naye, ngulowo wenza zonke izinto ngokokuthanda kwakhe,+

  • 2 Timoti 1:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Yena wasisindisa+ waza wasibiza ngobizo olungcwele,+ kungengamisebenzi yethu,+ kodwa ngenxa yobubele bakhe obungasifanelanga ukuze afezekise injongo yakhe. Wasenzela obu bubele bungasifanelanga ngoKristu Yesu kwantlandlolo,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share