IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 32:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  4 NguLiwa, ugqibelele umsebenzi wakhe,+

      Ngokuba zonke iindlela zakhe zisesikweni.+

      NguThixo wentembeko,+ tu ubugqwetha;+

      Lilungisa yaye uthe tye yena.+

  • 2 Kronike 19:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Wahlabela mgama wathi kubagwebi: “Kulumkeleni oko nikwenzayo,+ ngenxa yokuba anigwebi ngenxa yomntu kodwa kungenxa kaYehova;+ yaye unani ke kumbandela wokugweba.+

  • Yobhi 34:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Ngoko ke, nina madoda aneentliziyo,+ ndiphulaphuleni.

      Makube lee kuTHIXO oyinyaniso ukwenza ngobungendawo,+

      NakuSomandla ukwenza ngokungekho sikweni!+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share