Mateyu 25:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Kwaye liphoseni phandle ikhoboka elingancedi nganto ebumnyameni ngaphandle. Apho kuya kubakho ukulila nokutshixiza kwamazinyo alo.’+ Mateyu 25:46 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 46 Kwaye aba baya kumka baye kwintshabalalo engunaphakade,+ kodwa bona abangamalungisa baye ebomini obungunaphakade.”+
30 Kwaye liphoseni phandle ikhoboka elingancedi nganto ebumnyameni ngaphandle. Apho kuya kubakho ukulila nokutshixiza kwamazinyo alo.’+
46 Kwaye aba baya kumka baye kwintshabalalo engunaphakade,+ kodwa bona abangamalungisa baye ebomini obungunaphakade.”+