1 Tesalonika 5:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ke kaloku siyanicela, bazalwana, ukuba nibahlonele abo basebenza nzima phakathi kwenu, abanongamelayo+ eNkosini, abanilulekayo; 1 Petros 5:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Waluseni+ umhlambi kaThixo+ eniwunyamekelayo, kungengakunyanzelwa, kodwa ngokuzithandela;+ kungekhona ngokuthanda inzuzo yokunganyaniseki,+ kodwa ngentumekelelo;
12 Ke kaloku siyanicela, bazalwana, ukuba nibahlonele abo basebenza nzima phakathi kwenu, abanongamelayo+ eNkosini, abanilulekayo;
2 Waluseni+ umhlambi kaThixo+ eniwunyamekelayo, kungengakunyanzelwa, kodwa ngokuzithandela;+ kungekhona ngokuthanda inzuzo yokunganyaniseki,+ kodwa ngentumekelelo;