1 Tesalonika 5:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Qinisekani ukuba akukho namnye ubuyisela ububi ngobubi nakubani na,+ kodwa hlalani niphuthuma okulungileyo omnye komnye nakubo bonke abanye.+ 1 Petros 2:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Xa wayetshabhiswa,+ akazange aphindise atshabhise.+ Xa wayebandezeleka,+ akazange asongele, kodwa wahlala ezinikele kulowo+ ugweba ngobulungisa. 1 Petros 3:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 ningabuyiseli ububi ngobubi+ okanye ukutshabhisa ngokutshabhisa,+ kodwa, kunoko, sikelelani,+ kuba nabizelwa oko, ukuze niyidle ilifa intsikelelo.
15 Qinisekani ukuba akukho namnye ubuyisela ububi ngobubi nakubani na,+ kodwa hlalani niphuthuma okulungileyo omnye komnye nakubo bonke abanye.+
23 Xa wayetshabhiswa,+ akazange aphindise atshabhise.+ Xa wayebandezeleka,+ akazange asongele, kodwa wahlala ezinikele kulowo+ ugweba ngobulungisa.
9 ningabuyiseli ububi ngobubi+ okanye ukutshabhisa ngokutshabhisa,+ kodwa, kunoko, sikelelani,+ kuba nabizelwa oko, ukuze niyidle ilifa intsikelelo.